Matthew 21:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba siti: Ebantwini; siyoyika isihlwele; ngokuba bonke bebala u‐Johane ukuba ngumprofite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke sithe, Lwaphuma ebantwini, soyika abantu; kuba bonke bebambe ukuthi uYohane ungumprofeti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke sithe, Lwaphuma ebantwini; siyaboyika abantu; kuba bonke bebambe ukuthi uYohane ungumprofeti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ukuba sithe: ‘Laphuma ebantwini,’ soyika isihlwele kuba bonke bathi uYohane *ungumshumayeli.”