Matthew 21:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa niti nina ke? Umntu otile wabenonyana ababini; weza kowokuqala, wati: Nyana! yiya usebenze namhla esitiyeni sam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nithini na ke nina? Umntu wayenabantwana ababini; weza kowokuqala wathi, Mntwana wam, yiya kusebenza namhla esidiliyeni sam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nithini na ke? Umntu othile ube enoonyana ababini; weza kowokuqala, wathi, Mntwana wam, hamba uye kusebenza namhla esidiliyeni sam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kwakukho umntu enoonyana ababini. Wathi kowokuqala: ‘Mntanam, yiya kusebenza esidiliyeni namhlanje.’