Matthew 21:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wapendula wati: Andivumi: kodwa kamva waguquka, waya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula ke yena wathi, Andiyi; ke wabuya wazohlwaya, waya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula wathi, Andiyi; waguquka kamva, wemka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wasuka waphendula wathi: ‘Andicingi.’ Kodwa kamva wazohlwaya, waya.