Matthew 21:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Weza nakowesibini, watsho ngokunjalo. Waza wapendula wati: Nanku ndi siya, nkosi! kanti akaya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weza nakowesibini, wathetha kwangokunjalo. Waphendula ke yena wathi, Ndiyaya, nkosi; akaya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weza nakowesibini, wathetha kwangokunjalo. Waphendula ke yena wathi, Ndiyaya, nkosi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYise lowo wathetha kwaloo nto nakomnye unyana, waza yena wathi: ‘Ewe, tata.’ Kodwa àkaya.