Matthew 21:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nguwupina kwabo babini owenza intando kayise? Bati kuye: Ngowokuqala. Wati kubo u‐Yesu: Ngokwenene nditi kuni: Ababuti beminikelo nabapinyiswa bayanipangela ukungena ebukumkanini bukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nguwuphi na kwabo bobabini owenza ukuthanda kukayise?Bathi kuye, Ngowokuqala. Athi kubo uYesu, Inene ndithi kuni, Bayaniphangela ke ukungena ebukumkanini bukaThixo ababuthi berhafu namahenyukazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nguwuphi na kwabo bobabini owenza ukuthanda kukayise? Bathi kuye, Owokuqala. Athi kubo uYesu, Inene ndithi kuni, Bayaniphangela ke ukungena ebukumkanini bukaThixo ababuthi berhafu namahenyukazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khanitsho, nguwuphi kwaba bantwana oyenzileyo intando kayise?” Baza bathi: “Ngowokuqala.” Ke uYesu wathi kubo: “Ndithi kuni, inene, abaqokeleli-rhafu namahenyukazi baxhamla ubuncwane bokulawulwa nguThixo ningekabuva nina.