Matthew 21:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Johane weza kuni endleleni yobulungisa, kanti anakolwa nguye: kodwa ababuti beminikelo nabapinyiswa bakolwa nguye: nati ke nina nakubona oko, anaguquka kamva, nize nikolwe nguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uYohane weza kuni ngendlela yobulungisa, anakholwa nguye; kodwa bakholwa nguye bona ababuthi berhafu namahenyukazi; ke nina, nakukubona oko, anibuyanga nizohlwaye, ukuze nikholwe nguye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uYohane weza kuni ngendlela yobulungisa, anakholwa nguye; kodwa bakholwa nguye bona ababuthi berhafu namahenyukazi; ke nina, nakukubona oko, anibuyanga nizohlwaye, ukuze nikholwe nguye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uYohane weza kuni ekweyona ndlela iyiyo, naza nina ànamamkela. Ke bona abaqokeleli-rhafu namahenyukazi bâmamkela. Naxa nakubonáyo oko, anizange nide nizohlwaye, nimamkele.”