Matthew 21:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuya watuma ezinye izicaka, zizininzi kwezokuqala: benza nakuzo ngokunjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya wathuma abanye abakhonzi, bebaninzi kunabokuqala, benjenjalo nakubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya ke wathuma abanye abakhonzi, bebaninzi kunabokuqala, benjenjalo nakubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabuya ke wathuma ezinye izicaka, zizininzi kunezokuqala, baza benza kwaloo nto nakuzo.