Matthew 21:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wati kamva watuma kubo unyana wake, esiti: Baya kumhlonela unyana wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke kamva wathuma kubo unyana wakhe, esithi, Baya kumhlonela yena unyana wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke kamva wathuma kubo unyana wakhe, esithi, Baya kumhlonela yena unyana wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko wathumela unyana wakhe kubo, esithi: ‘Noko bomhlonela yena unyana wam.’