Matthew 21:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abalimi, bakubona unyana, batsho pakati kwabo ukuti: Lo uyindlalifa; yizani, masimbulale, size sibambe ilifa lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathe ke bakumbona unyana abalimi, batshono ukuthi, Lo yindlalifa; yizani simbulale, sihlale nelifa lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathe ke bakumbona unyana abalimi, batshono ukuthi, Lo yindlalifa; yizani siyibulale, silihluthe ilifa layo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa abalimi, bakumbona unyana, bathethana bodwa, besithi: ‘Yindlalifa le. Yizani siyibulale, ilifa libe lelethu.’