Matthew 21:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako xeshekweni afikileyo umninisitiya, uya kwenza nto nina kubalimi abo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa athe weza ngoko umninisidiliya, uya kwenza ntoni na kwabo balimi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa athe wafika ngoko umninisidiliya, uya kwenza ntoni na kwabo balimi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Akufika ke umnini-sidiliya, uya kubathini abo balimi?”