Matthew 21:46 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati bakufuna ukumbamba, bazoyika izihlwele, ngokokuba zibe zimbala ukuba ngumprofite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi befuna ukumbamba, boyika abantu, ekubeni ke babebambe ukuthi ungumprofeti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baza befuna ukumbamba, basuka boyika abantu, kuba babesithi ungumprofeti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
baza bafuna ukumbamba, kodwa babesoyika isihlwele esasisithi uYesu *ungumshumayeli.