Matthew 22:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku akungena ukumkani ukuza kubonela abahleli ekutyeni, wabona apo umntu ongavatanga isivato somtshato;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku akungena ukumkani, eza kukhangela abamenyiweyo, wabona apho umntu ongambethe ngubo yamsitho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku akungena ukumkani, eza kukhangela abamenyiweyo, wabona apho umntu ongambethe ngubo yamsitho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kwathi, akungena ukumkani, esiya kubona abasemsithweni, wabona kukho umntu ongayambathanga ingubo yomsitho,