Matthew 22:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati ukumkani ebakonzini bake: Mbopeni izandla nenyawo, nimsuse, nimku̔pele ebumnyameni bangapandle: apo kwobako ukulila, nokuqaqazela kwamazinyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani kubalungiseleli, Mbopheni iinyawo nezandla, nimthabathe, nimkhuphele ebumnyameni bangaphandle; khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani kubalungiseleli, Mbopheni iinyawo nezandla, nimthabathe, nimkhuphele ebumnyameni bangaphandle; khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ukumkani wathi kwizicaka: ‘Mbopheni izandla neenyawo, nimphose phandle ebumnyameni lee, apho kuya kubakho ukulila nokungcungcutheka.’