Matthew 22:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
sixelele ngoko, ukuba uti nina wena? kufanelekile ukunika umnikelo ku‐Kesare, aku fanelekile, kusinina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sixelele ngoko, uthini na wena? Kuvumelekile na ukumnika irhafu uKesare, akuvumelekile, sini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sixelele ngoko, uthini na wena? Kuvumelekile na ukumnika irhafu uKesare, akuvumelekile, sini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khawutsho ke, ngaba kuvumelekile na ukurhafa *kuKhesare, okanye akuvumelekanga?”