Matthew 22:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Yesu wanakana inkohlakalo yabo, wati: Yinina ukuba nindilinge, Zihanahanisindini?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, eyazi uYesu inkohlakalo yabo, wathi, Nindilingelani na, bahanahanisindini?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Eyazi ke uYesu inkohlakalo yabo, wathi, Nindilingelani na, bahanahanisindini?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uYesu, eyazi inkohlakalo yabo, wathi kubo: “Bahanahanisindini, nindilingelani na?