Matthew 22:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubukumkani bezulu bufanekiswa nokumkani otile owamenzela umtshato unyana wake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubukumkani bamazulu bufanekiswa nomntu ongukumkani, owamenzela umsitho unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubukumkani bamazulu bufanekiswa nomntu ongukumkani, owenzela unyana wakhe umtshato;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukulawula kukaThixo kunokufaniswa nokumkani owamenzela umsitho unyana wakhe.