Matthew 22:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
besiti: Mfundisi! u‐Mosesi watsho ukuti: Xeshekweni kufayo umntu engenabantwana, uya kuti umninawe wake atshate nomfazi wake, amvusele umkuluwe wake inzalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
besithi, Mfundisi, uMoses wathi, Ukuba ubani uthe wafa engenabantwana, wothi umzalwana wakhe amngene umfazi wakhe, amvelisele imbewu umzalwana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
besithi, Mfundisi, uMoses wathi, Ukuba ubani uthe wafa engenabantwana, wothi umzalwana wakhe amngene umfazi wakhe, amvelisele imbewu umzalwana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
besithi: “Mfundisi, uMosis wathi: ‘Ukuba ubani uthe wafa engekabi nabantwana, makathi umntakwabo amngene umfazi womfi lowo, azalelwe abantwana.’