Matthew 22:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako eluvukweni, woba ngumfazi wawupina kwabo basixe̔nxe? ngokuba bonke bebenaye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko eluvukweni uya kuba ngumfazi wawuphi na kweso sixhenxe? Kuba babenaye bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko eluvukweni uya kuba ngumfazi wawuphi na kweso sixhenxe? kuba bonke babenaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko eluvukweni lwabafileyo uya kuba ngumfazi wawuphi kubo? Kuba kaloku bosixhenxe babenaye.”