Matthew 22:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna ndinguye utixo ka‐Abrahame, notixo ka‐Yisake, notixo ka‐Yakobi? utixo aka ngutixo wabafileyo, ungowabahleliyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ndinguThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi? UThixo akaThixo wabafileyo, ungowabaphilileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndinguThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi? uThixo akangowabafileyo, ungowabaphilileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
‘Mna ndinguThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi’? UThixo ke akaThixo wabafileyo, ungowabaphilayo.”