Matthew 22:43 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kubo: Uti nina pofu u‐Davide ngomoya ukumbiza ngenkosi, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi kubo, Yini na phofu ukuba uDavide ngoMoya ambize ngokuthi, Nkosi, esithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi kubo, Yini na phofu ukuba uDavide ngoMoya ambize ngokuthi, Nkosi, esithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi kubo: “Kutheni na ke phofu ukuba ngamandla oMoya uDavide abize uKrestu ngokuthi ‘Nkosi’, apho athi: