Matthew 22:45 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ngoko u‐Davide uyambiza ngenkosi, uti nina ukuba ngunyana wake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uDavide ngoko umbiza ngokuba Nkosi, ungunyana wakhe ngani na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uDavide ngoko umbiza ngokuba Nkosi, ungunyana wakhe ngani na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukuba uDavide uthi uKrestu yiNkosi, angathini na ukuba ngunyana wakhe?”