Matthew 22:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
hambani ngoko niye ekuhlanganeni kwendlela, niti abo nisukuba nibafumana, nibabize beze emtshatweni,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiyani ngoko ezintlanganweni zeendlela, nithi abo nithe nabafumana, nibabize beze emsithweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiyani ngoko ezindleleni, nithi abo nithe nabafumana, nibabize beze emsithweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko yiyani apho zihlangana khona iindlela, nibamemele emsithweni bonke abantu enibafumanayo.’