Matthew 23:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oya kuzipakamisa, uya kutotywa; noya kuzitoba, uya kupakanyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Osukuba ke eziphakamisa uya kuthotywa; nosukuba ezithoba uya kuphakanyiswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Osukuba ke eziphakamisa uya kuthotywa; nozithobayo uya kuphakanyiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo uziphakamisayo uya kuthotywa, athi lowo uzithobayo aphakanyiswe.”