Matthew 23:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngako zonke izinto abasukuba benixelela ukuba nizigcine, zigcineni nizenze; kodwa ningenzi ngayo imisebenzi yabo; ngokuba beteta, kanti abenzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Konke ngoko abasukuba besithi kuni kugcineni, ze nikugcine nikwenze; kodwa ze ningenzi ngokwemisebenzi yabo; kuba bathetha baze bangenzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Konke ngoko abasukuba besithi kuni kugcineni, ze nikugcine nikwenze; kodwa ze ningenzi ngokwemisebenzi yabo; kuba bayathetha baze bangenzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko kuveni nikwenze konke abanokuthi banixelele kona; kodwa ukwenza ze ningenzi ngokwezenzo zabo, kuba bayathetha baze kwabona bangakwenzi oko bakuthethileyo.