Matthew 23:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bebopa imitwalo enzima esindayo, bayibeke emagxalabeni abantu; kodwa abavumi nokuyishukumisa ngomnwe wabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba babopha imithwalo enzima, esindayo, bayibeke emagxeni abantu, babe ke bona bengathandi kuyishukumisa nangomnwe lo wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba babopha imithwalo enzima, esindayo, bayibeke emagxeni abantu; kodwa bona abafuni kuzishukumisa nangomnwe lo wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku iimfundiso zabo ziyimithwalo enzima, abayibeka emagxeni abantu, kanti bona ngokwabo abafuni ukuyichukumisa nangomnwe lo.