Matthew 23:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nina maningabizwa ngokutiwa, Rabi! ngokuba emnye umpati wenu, u‐Kristu; nani ningabazalwana nonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke nina maningabizwa kuthiwe Rabhi; kuba mnye uMkhokeli wenu, uKristu; nina ke nonke ningabazalwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke nina maningabizwa kuthiwe Rabhi, kuba mnye uMkhokeli wenu, uKristu; nina ke nonke ningabazalwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kuni ze kungathiwa ‘mfundisi,’ kuba mnye uMfundisi eninaye, nibe nina nonke niyimilowo.