Matthew 24:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo oko baya kuxakaniswa abaninzi, bangcatshane, batiyane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngelo xesha baninzi abaya kukhutyekiswa, banikelane, bathiyane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngelo xesha baninzi abaya kukhutyekiswa, bangcatshane, bathiyane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngelo xesha abaninzi baya kurhoxa elukholweni, bangcatshane, bathiyane.