Matthew 24:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yaiya kuti levangeli yobukumkani ishunyayelwe kulo lonke ilizwe, ibe sisinqi̔no kuzo zonke intlanga; kwandul’ ukufika ukupela oko ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zaye ezi ndaba zilungileyo zobukumkani ziya kuvakaliswa kulo elimiweyo liphela, zibe bubungqina kuzo zonke iintlanga;kwandule ke ukufika ukuphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zaye ezi ndaba zilungileyo zobukumkani ziya kuvakaliswa kulo elimiweyo liphela, zibe bubungqina kuzo zonke iintlanga; kwandule ke kufike ukuphela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezi ndaba zimnandi zolawulo lukaThixo ziya kushunyayelwa kulo lonke ihlabathi, zibe bubungqina kuzo zonke iintlanga, size ke sifike isiphelo.”