Matthew 24:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba kuya kubako oko imbandezelo enkulu, ekungabangako enjalo kwa sekuqalekeni kwelizwe kwada kwakaloku, nekungayi kuza kubeko enjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngelo xesha kuya kubakho imbandezelo enkulu, ekungazanga kubekho injalo kwasekuqalekeni kwehlabathi, kwada kwaba kalokunje, ekungasayi kubuye kubekho injalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngelo xesha kuya kubakho imbandezelo enkulu, ekungazanga kubekho injalo kwasekuqalekeni kwehlabathi, kwada kwaba kalokunje, ekungasayi kubuye kubekho injalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba ngelo xesha kuya kubakho imbandezelo engazange ibekho ukususela ekudalweni kwehlabathi kude kube ngoku, kwaye ingasayi kuphinda ibekho enjalo.