Matthew 24:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako ukuba ibingancitshiswanga imihla leyo, bekungayi kusindiswa namnye umntu; kodwa ngenxa yabaqashwa imihla leyo iya kuncitshiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanjalo ukuba ibingayi kuthi loo mihla inqanyulelwe, bekungayi kubakho nyama isindayo; ngenxa ke yabanyuliweyo, loo mihla iya kunqanyulelwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kanjalo ukuba ibingayi kuthi loo mihla inqanyulelwe, bekungayi kubakho nyama isindayo; ngenxa ke yabanyuliweyo, loo mihla iya kunqanyulelwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukuba uThixo ebengayicuthanga loo mihla, bekungayi kubakho bani usindayo; kodwa ngenxa yâbo banyuliweyo, uThixo woyicutha loo mihla.