Matthew 24:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku nxa abehleli pezu kwentaba yeminquma, beza kuye abadisipile ngasese, besiti: Sixelele, zobako ninina ezizinto? kanjalo woba yinto nina umqondiso wokufika kwako, nowokugqityelwa kwelizwe elikoyo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, akubon ukuba uhleli eNtabeni yemiNquma, beza kuye abafundi bebodwa, bathi, Sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto; uya kuba yini na umqondiso wokufika kwakho, nowokupheliswa kwephakade eli?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, akubon’ ukuba uhleli eNtabeni yemiNquma, beza kuye abafundi bebodwa, bathi, Sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto; uya kuba yini na umqondiso wokufika kwakho, nowokupheliswa kwephakade eli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi, xa uYesu wayehleli phantsi eNtabeni yemiNquma, beza kuye bebodwa abafundi, bathi: “Sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto, nokuba uya kuba yintoni na umqondiso wokuza kwazo nowokupheliswa kweli phakade?”