Matthew 24:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa njalo nani, xeshekweni nibona zonke ezizinto, yazini ukuba kukufupi oko ngasemnyango.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokukwanjalo nani, xa nithe nazibona zonke ezo zinto, yazini ukuba kukufuphi, sekusemnyango.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokukwanjalo nani, xa nithe nazibona zonke ezo zinto, yazini ukuba kukufuphi, sekusemnyango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokukwanjalo ke, xa nithe nazibona ezo zinto zisenzeka, yazini ukuba kukufuphi, sekusemnyango.