Matthew 24:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bengaqondanga ke kwada kweza umsingakazi wabakukulisa kwa bonke, kuya kuba njalo nokufika kwonyana wesintu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wada wafika unogumbe, wabakhukulisa bonke: koba njalo nokufika koNyana woMntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kwaye abazange baqonde wada wafika unogumbe, wabakhukulisa bonke; koba njalo nokufika koNyana woMntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
bengaqondi, wada wafika unogumbe wabakhukulisa bonke, koba kwanjalo ukufika kwakhe uNyana woLuntu.