Matthew 24:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapendula u‐Yesu wati kubo. Lumkani, ize ningalahlekiswa mntu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi kubo, Lumkani ningalahlekiswa mntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi kubo, Lumkani ningalahlekiswa mntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza waphendula uYesu wathi: “Lumkani, ningàlahlekiswa bani,