Matthew 24:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lindani ke ngoko; ngokuba ningazi yiyipina iyure inkosi yenu iza ngayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Phaphani ngoko; ngokuba ningazi ukuba lilixa liphi na eza ngalo iNkosi yenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Phaphani ngoko; ngokuba ningazi ukuba lilixa liphi na eza ngalo iNkosi yenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Phaphani ngoko, kuba ningàwazi umhla wokufika kweNkosi yenu.