Matthew 24:44 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko nani yibani nilungile; ngokuba ngeyure eningayikumbuleliyo unyana wesintu esiza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko yibani nilungile nani, ngokuba uNyana woMntu uza ngelixa eningalikhumbuleliyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nani ngoko yibani nilungile, ngokuba uNyana woMntu uza ngelixa eningalikhumbuleliyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nani ke ngoko hlalani nizilungiselele, kuba uNyana woLuntu wofika ngexesha eningalilindelanga.”