Matthew 24:51 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
isisike kubini, imise isabiwo saso kunye nabahanahanisi: apo kwobako ukulila nokuqaqazela kwamazinyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
imsike kubini, immisele isabelo sakhe nabahanahanisi;khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
imsike kubini, immisele isabelo sakhe nabahanahanisi; khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ize isixabele kubini njengokuba kusenziwa kwabangathembekanga. Kuya kubakho ukulila nokungcungcutheka apho.”