Matthew 24:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naniya kuba nisiva imfazwe, namaṙe emfazwe: lumkani, ize ningabi navuso; ngokuba zonke ezizinto zifanele ukuhla; kodwa ukupela akukabiko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niya kuthi ke nive iimfazwe namarhe eemfazwe; lumkani ningabi navuso, kuba zonke ezo zinto zimele ukuhla; kanti kona ukuphela akukabikho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niya kuthi ke nive iimfazwe namarhe eemfazwe; lumkani ningabi navuso, kuba zonke ezo zinto zimele ukuhla; kanti kona ukuphela akukabikho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niya kuthi nive iimfazwe, namarhe eemfazwe; kodwa lumkani, ningabi navuso, kuba ezo zinto zimelwe kukubakho, kanti ke akukabi kuko ukuphela oko.