Matthew 24:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uhlanga luya kuvukela uhlanga, nobukumkani buya kuvuk ela ubukumkani; zaziya kubako indlala, nezifo ezibubisayo, nezingcangcazelo zomhlaba ngendawo ngendawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani; kuya kubakho iindlala, neendyikitya zokufa, nezinyikimo zomhlaba kwiindawo ngeendawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani; kuya kubakho iindlala, neendyikitya zokufa, nezinyikimo zomhlaba kwiindawo ngeendawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nokumkani avukelane nokumkani; kuya kubakho iindlala, neenyikima zomhlaba kwiindawo ngeendawo.