Matthew 24:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oko niya kunikelwa ekubandezelweni, nibulawe nokubulawa; naniya kutiywa zintlanga zonke ngenxa yegama lam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngelo xesha baya kuninikela ekubandezelweni, banibulale;niya kuthiywa ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngelo xesha baya kuninikela ekubandezelweni, banibulale; niya kuthiywa ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngelo xesha baya kunibamba, baninikele ekutshutshisweni, banibulale. Niya kuthiywa ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.