Matthew 25:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba unyana wesintu e njengomntu ehambela kwelinye ilizwe, o wabiza izicaka zake, wayinikela kuzo imfuyo yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kunjengomntu owathi, eza kuhambela kwelinye, wabiza abakhe abakhonzi, wayinikela kubo impahla yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ubukumkani bamazulu bunjengomntu owathi, eza kuhambela kwelinye, wabiza abakhe abakhonzi, wayinikela kubo impahla yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kuya kuba njengomntu owathi, eza kuhambela kwelinye ilizwe, wazibiza izicaka zakhe, wayigcinisa kuzo impahla yakhe.