Matthew 25:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ke esinye wasinika italente ntlanu, nesinye wasinika mbini, nesinye wasinika nye; wanika esinye ngesinye ngokwawaso amandla: waza wahambela kwelinye ilizwe kwa oko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi omnye wamnika iitalente zantlanu, omnye zambini, nomnye yaba nye, walowo wanikwa ngokwawakhe amandla; wahambela kwelinye kwaoko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi omnye wamnika iitalente zantlanu, omnye zambini, nomnye yaba nye; elowo ngokwamandla akhe; wanduluka kwaoko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esinye usinike imali ekumawaka amahlanu eerandi, esinye ekumawaka amabini, nesinye ekwiwaka elinye, ezinika ngokwamandla azo. Wahamba ke.