Matthew 26:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute, okuya abezigqibile u‐Yesu zonke iziteto ezi, wati kubadisipile bake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, xa ebewagqibile uYesu onke la mazwi, wathi kubafundi bakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, xeshikweni uYesu ebewagqibile onke la mazwi, wathi kubafundi bakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa uYesu wayewagqibile onke la mazwi, wathi kubafundi bakhe: