Matthew 26:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ninawo amahlwempu futi ekuni; kanti aninam futi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba amahlwempu lawo nihleli ninawo; kodwa mna anihleli ninam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba amahlwempu lawo nihleli ninawo; ke mna anihleli ninam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku amahlwempu nisoloko ninawo; ke mna anisoloko ninam.