Matthew 26:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza kekaloku, nxa bebesitya, wati: Ngokwenene nditi kuni: Omnye wakuni wondingcatsha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa badlayo, wathi, Inene ndithi kuni, Omnye kuni aba uya kundingcatsha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa badlayo, wathi, Inene ndithi kuni, omnye kuni aba uya kundingcatsha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa babesitya, uYesu wathi: “Ndithi kuni, inene, omnye kuni uya kundingcatsha.”