Matthew 26:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babelusizi kakulu ke, baqala ukuti kuye abanye ngabanye: Ndim na. Nkosi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baza, bebuhlungu kakhulu, baqala ukuthi kuye bonke ngabanye, Ingaba ndim yini na, Nkosi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakuba buhlungu kakhulu, baqala ukuthi kuye bonke ngabanye, Ingaba ndim, yini na, Nkosi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baza ke baba buhlungu, besithi kuye ngabanye: “Ngaba iya kuba ndim na, Nkosi?”