Matthew 26:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba le iligazi lam, elocebano olutsha, elipalazelwa abaninzi kube kukuxolelwa kwezono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ligazi lam eli lomnqophiso omtsha, eliphalala ngenxa yabaninzi, ukuze kuxolelwe izono.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba ligazi lam eli lomnqophiso omtsha, eliphalala ngenxa yabaninzi, ukuze kuxolelwe izono.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba ligazi lam eli elisisiqinisekiso somnqophiso, eliphalazelwa abaninzi, ukuze baxolelwe izono.