Matthew 26:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu kuye: Ngokwenene nditi kuwe: Kwa ngobubusuku, ingekalili inkuku, uya kundikanyela katatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYesu kuye, Inene ndithi kuwe, Kwangobu busuku, ingekalili inkuku, uya kundikhanyela kathathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uYesu kuye, Inene ndithi kuwe, Kwangobu busuku, ingekalili inkuku, uya kundikhanyela kathathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wathi kuye: “Ndithi kuwe, inene, kwangobu busuku, ingekakhali inkuku, uya kundikhanyela kathathu.”