Matthew 26:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Yesu weza nabo entsimini e‐kutiwa yi‐Getesemane, wati kubadisipile: Hlalani pantsi apa, nxa ndiyayo nditandaze paya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngelo xesha, ufika uYesu nabo kumhlatyana ekuthiwa yiGetsemane; athi kubafundi, Hlalani phantsi apha, ndikhe ndiye kuthandaza phaya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngelo xesha, ufika uYesu nabo kumhlatyana ekuthiwa yiGetsemane, athi kubafundi, Hlalani phantsi apha, ndikhe ndiye kuthandaza phaya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uYesu nabafundi bakhe bafika kwisitiya ekuthiwa yiGetsemane, wathi kubo: “Hlalani apha, ndikhe ndiye kuthandaza phaya.”