Matthew 26:43 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiza wabafumana belele kanjako; ngokuba amehlo abo ebenzima.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Afike abafumane bebuye balala, kuba amehlo abo ayenzima bubuthongo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Afike abafumane bebuye balala, kuba amehlo abo ayenzima bubuthongo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi, akubuya kwakhona, wabafumana abo bafundi belele, kuba babesoyiswa bubuthongo.